Siyabulela Isizwe Esintsundu

Mama, Mbokodo, Lala ngoxolo, phezu kwemisebenzi yakho. Ubuyinkokheli, unontlalontle womntu wonke ewayedinga inkxaso. Usinike isibane esingacumiyo, ubugorha nokunyaniseka. Hamba Kakuhle Qhawe lama Qhawe. Umoya wakho wothando nenguqu uyakuhla uphepheza kulomzi wana Afrika. Amandla.
From: 
Weziwe Xameni. U Mafaku
Date: 
Friday, April 13, 2018